Uisaya 8:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa bathe kuni, Quqelani kwabaneshologu nakoosiyazi, abalozayo, abadumzelayo, yithini, Abantu mabangaquqeli kuThixo wabo, yini na? Ngenxa yabaphilileyo mabaquqele kwabafileyo na?

Uisaya 8

Uisaya 8:15-22