Uisaya 8:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Woba yingcwele kuni; ke yena uya kuba lilitye lokubetheka, neliwa lokukhubeka, kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli, abe sisibatha nomgibe kubemi baseYerusalem.

Uisaya 8

Uisaya 8:4-18