Uisaya 8:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ize ningàthi, Ikukucetywa into yonke abathi abo bantu, Ikukucetywa; nento eyoyikwa ngabo ningayoyiki, ningangcangcazeliswa yiyo.

Uisaya 8

Uisaya 8:7-21