Uisaya 8:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathi uYehova kum, Thabatha icwecwe elikhulu, ubhale kulo ngenkxola yabantu, uthi, NgoMaxhoba-ayakhawuleza-iinto-eziphangiweyo-zingxamile,

2. Ndathabathela amangqina anyanisileyo, ooUriya umbingeleli, noZekariya unyana kaYebherekiya.

Uisaya 8