Uisaya 7:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Intloko yamaEfrayim kukwaSamari, intloko yakwaSamari ngunyana kaRemaliya. Ukuba nithe anakholwa, inene, aniyi kuqiniseka.

Uisaya 7

Uisaya 7:6-11