Uisaya 7:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova uya kukuzisela wena nabantu bakho, nendlu kayihlo, imihla ekungazanga kubekho ingangayo, kususela kwimini wemka ngayo uEfrayim kwaYuda; ngukumkani waseAsiriya ke lowo.

Uisaya 7

Uisaya 7:14-21