Uisaya 66:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

nam ke ndiya kunyula iimfeketho zokufeketha ngabo, ndibazìsele izinto ezibanxunguphalisayo; ngenxa enokuba ndabizayo, akwabakho usabelayo; ndathetha, abeva; besuka benza ububi emehlweni am, banyula nento endingayinanzileyo.

Uisaya 66

Uisaya 66:1-11