Uisaya 66:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baya kuphuma babone izidumbu zamadoda akreqileyo kum; kuba iimpethu zabo aziyi kufa, nomlilo wabo ungàcimi, babe linyumnyezi kuluntu lonke.

Uisaya 66

Uisaya 66:20-24