Uisaya 66:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zonke ezo zinto sazenza isandla sam, zabakho ke zonke ezo zinto; utsho uYehova; ndibheka kuló, kolúsizana, komoya waphukileyo, kogubhayo ngelizwi lam.

Uisaya 66

Uisaya 66:1-12