Uisaya 65:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kudla ndawonye ingcuka nemvana, ingonyama idle umququ njengenkomo; inyoka, sibe luthuli isonka sayo. Aziyi kwenza bubi, zonakalise, kuyo yonke intaba yam engcwele; utsho uYehova.

Uisaya 65

Uisaya 65:17-25