Uisaya 65:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Àbayi kwakha, kuhlale bambi; abayi kutyala, kudle bambi; kuba iya kuba njengemihla yomthi imihla yabantu bam, badle into esetyenzwe zizandla zabo abanyulwa bam.

Uisaya 65

Uisaya 65:21-25