Uisaya 65:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani, abakhonzi bam baya kumemelela ngokuchwayitha kwentliziyo, ke nina niya kukhala ngumvandedwa wentliziyo, nibhomboloze kukwaphuka komoya wenu.

Uisaya 65

Uisaya 65:8-19