Uisaya 63:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ùngubawo wena, ngokuba uAbraham engasazi, uSirayeli engasinakani; wena, Yehova, unguBawo, uMkhululi wethu ligama lakho kwasephakadeni.

Uisaya 63

Uisaya 63:6-19