Uisaya 63:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baza abantu bakhe bakhumbula imihla yasephakadeni kaMoses, bathi, Úphi na lo wabanyusa elwandle, ndawonye nomalusi womhlambi wakhe? Úphi na lowo wawubeka phakathi kwabo uMoya wobungcwele bakhe?

Uisaya 63

Uisaya 63:3-13