Uisaya 62:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Njengokuba indodana izeka intombi, oonyana bakho baya kuzeka wena; njengomyeni enemihlali ngomtshakazi, uThixo wakho uya kuba nemihlali ngawe.

Uisaya 62

Uisaya 62:1-12