Uisaya 61:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke nina ukubizwa kwenu, kuya kuthiwa ningababingeleli bakaYehova; kuya kuthiwa kuni, ningabalungiseleli boThixo wethu; niya kudla ubutyebi beentlanga, nindolose ninozuko lwazo.

Uisaya 61

Uisaya 61:3-11