Uisaya 60:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aliyi kuba satshona ilanga lakho, ingafi nenyanga yakho; kuba uYehova uya kuba sisikhanyiso esingunaphakade kuwe, zizaliseke iimini zesijwili sakho.

Uisaya 60

Uisaya 60:19-22