Uisaya 60:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kwanya amasi eentlanga, wanye ibele lokumkani, wazi ukuba mna Yehova ndinguMsindisi wakho, uMkhululi wakho, iMbalasane kaYakobi.

Uisaya 60

Uisaya 60:12-19