Uisaya 59:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okusesikweni kubuyiswe umva, nobulungisa bumi kude; ngokuba inyaniso ikhubekile endaweni yembutho, akunakungena okuthe gca.

Uisaya 59

Uisaya 59:11-21