Uisaya 59:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Siya phuthaphutha njengeemfama eludongeni; siyaphuthaphutha njengabangenamehlo; sikhubeka emini enkulu ngathi kungongcwalazi; phakathi kwabaxhamla ubomi, ngathi thina singabafileyo.

Uisaya 59

Uisaya 59:4-12