Uisaya 58:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kwandula ke ukukhanya kwakho kuthi qhiphu njengokusa, kuhlume kamsinya ukupholiswa kwakho, buhambe phambi kwakho ubulungisa bakho, buqoshelise emva kwakho ubuqaqawuli bukaYehova.

Uisaya 58

Uisaya 58:4-14