Uisaya 57:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Isikhumbuzo sakho wasibeka emva kocango nomgubasi; ngokuba wathi ungekum wazityhila, wenyuka, wasenza sabanzi isilili sakho, wanqophisana nabo, wathanda kulala nabo, wandlala ukhuko.

Uisaya 57

Uisaya 57:1-16