Uisaya 57:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ekukhaleni kwakho mazikuhlangule iimfumba zezithixo zakho; zonke ziphela zimka nomoya, zithatyathwa ngumphunga. Ke yena okholosa ngam uya kulidla ilifa ilizwe, ayime intaba yam engcwele.

Uisaya 57

Uisaya 57:12-19