Uisaya 57:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubunesithukuthezi ngabani na, ubusoyika bani na, ukuba uthethe amanga, ungandikhumbuli, ungakunyamekeli oko ngentliziyo? Àndithe quthu na kususela kwaphakade, ungandoyiki nje?

Uisaya 57

Uisaya 57:1-17