Uisaya 56:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Hayi, uyolo lomntu okwenzayo oku, nonyana womntu obambelela kuko oku; ogcina isabatha ukuba angayihlambeli; ogcina isandla sakhe ukuba singenzi nanye into embi.

Uisaya 56

Uisaya 56:1-8