Uisaya 55:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Esikhundleni somqaqoba kuya kuphuma imisedare,* esikhundleni serhawu kuya kunyuka imimirtile;* oko kube ligama kuYehova, nomqondiso ongunaphakade ongayi kunqanyulwa.

Uisaya 55

Uisaya 55:7-13