Uisaya 54:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Musa ukoyika, ngokuba akuyi kudana; musa ukudideka lihlazo, ngokuba akuyi kuba nazintloni. Ngokuba ukudana kobuntombi bakho ùya kukulibala, ungcikivo lobuhlolokazi bakho ungabi salukhumbula.

Uisaya 54

Uisaya 54:1-7