Uisaya 54:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, mna ndadala ingcibi efutha umlilo wamalahle, ivelise impahla ngokweshishini layo; kwamna ndadala nomonakalisi wokuyonakalisa.

Uisaya 54

Uisaya 54:6-17