Uisaya 54:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ùya kuzinza ngobulungisa; ungakhe uxhale, ngokuba akuyi kuba nakoyika; ungakhe uqhiphuke umbilini, ngokuba akuyi kusondela kuwe.

Uisaya 54

Uisaya 54:9-17