Uisaya 54:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Memelela, ludlolo lungazaliyo; gqabhuka umemelele, utsholoze, wena ungenanimba; ngokuba baninzi abantwana besishiywa, ngaphezu kwabantwana bonendoda; utsho uYehova.

Uisaya 54

Uisaya 54:1-4