Uisaya 53:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wakhandaniswa, wazithoba, engàwuvuli umlomo wakhe, njengemvana esiwa ekuxhelweni; nanjengegusha esisidenge phambi kwabachebi bayo, àkawuvula umlomo wakhe.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-8