Uisaya 53:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba yena umkhonzi unyuka njengegatya phambi kwakhe, njengehlumelo eliphuma ezweni elingumqwebedu, engenasithomo nabungangamela; sakukhangela, akwabakho kubonakala ukuba masimnqwenele.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-5