Uisaya 53:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokwaphuka komphefumlo wakhe wóbona, aneliswe; ngokwazi kwakhe, umkhonzi wam olilungisa uya kugwebela abaninzi, athwale yena izenzo zabo ezigwenxa.

Uisaya 53

Uisaya 53:1-12