Uisaya 52:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Vuka, vuka, nxiba amandla akho, Ziyon! Nxiba iingubo zakho zokuhomba, Yerusalem, mzi ungcwele! Kuba akuyi kuba saphinda kungene kuwe ongalukanga, noyinqambi.

Uisaya 52

Uisaya 52:1-6