Uisaya 51:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Vuka, vuka, nxiba amandla, ngalo kaYehova! Vuka, njengokwemihla yamandulo, njengokwezizukulwana zaphakade! Asinguwe na lowa wachitha uRahabhi, wayihlaba ingwenya?

Uisaya 51

Uisaya 51:4-15