Uisaya 49:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova ukuthi, Ngexesha elamkelekileyo ndikuphéndule, ndakunceda ngemini yosindiso. Ndiya kukubumba, ndikunike ukuba ube ngumnqophiso wabantu, ukuba ulimise ilizwe, ukuba uwabe amafa angamanxuwa;

Uisaya 49

Uisaya 49:1-16