Uisaya 49:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kaloku ke uthi uYehova, owandibumba kwasesizalweni, ukuba ndibe ngumkhonzi kuye wokubuyisela uYakobi kuye, uSirayeli ahlanganiselwe kuye (ndizukile emehlweni kaYehova, uThixo wam waba ngamandla am);

Uisaya 49

Uisaya 49:1-14