Uisaya 49:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngubani na lo undizalele aba? Mna bendihluthiwe abantwana nje, ndaba ludlolo, ndafuduswa, ndagxothwa; ke aba bakhuliswe ngubani na? Uyabona, mna bendisele ndedwa; aba babephi na?

Uisaya 49

Uisaya 49:11-26