Uisaya 49:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawenza umlomo wam wanjengekrele elibukhali, wandizimeza esithunzini sesandla sakhe, wandenza utolo olubaziweyo, wandisithelisa emphongolweni; wathi kum,

Uisaya 49

Uisaya 49:1-5