Uisaya 48:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ubungàziva; ubungàzazi; ibingavulekile indlebe yakho kwanîni. Kuba bendisazi ukuba unginiza unginizile; ukubizwa kwakho kuthiwa ungumkreqi kwasesizalwani.

Uisaya 48

Uisaya 48:5-12