Uisaya 48:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Izinto zangaphambili ndazixela kwanîni; zaphuma emlonyeni wam, ndazibonakalalisa; ndazenza ngesiquphe, zabakho.

Uisaya 48

Uisaya 48:1-10