Uisaya 48:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zihlanganiseni, nonke niphela, nive; ngubani na phakathi kwezithixo owazixelayo ezo zinto? Umthandwa kaYehova uya kukwenza ukuthanda kwakhe kwiBhabheli, nengalo yakhe ikwenze kumaKaledi.

Uisaya 48

Uisaya 48:8-19