Uisaya 47:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khawumise ngomabophe bakho, nangokukhafula kwakho okuninzi, ozixhamle ngako kwasebuncinaneni bakho; mhlawumbi ungaba nokunceda, mhlawumbi ungaba nokweyisa.

Uisaya 47

Uisaya 47:11-15