Uisaya 46:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Phulaphulani kum, ndlu kaYakobi, nonke masalela endlu kaSirayeli, nina nabekwayo phezu kwam kwasesiswini, nina nathwalwayo ndim kwasesizalweni;

Uisaya 46

Uisaya 46:1-8