Uisaya 45:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yeha ke, obambana noMenzi wakhe! Ligophe emagopheni ezitya zomdongwe! Udongwe lunokuthi na kumbumbi walo, Wènza ntoni na? nomsèbenzi wakho unokuthi na, Akunazandla?

Uisaya 45

Uisaya 45:5-19