Uisaya 45:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ndimvelisile ngobulungisa, ndiya kuzilungelelanisa iindlela zakhe zonke. Yena uya kuwakha umzi wam, abakhulule abafuduswa bam, kungarholwanga nani, kungarholwanga sicengo; utsho uYehova wemikhosi.

Uisaya 45

Uisaya 45:10-22