Uisaya 45:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Utsho uYehova kumthanjiswa wakhe, kuKoreshi, endimbambe ngesandla sokunene, ukuba ndizinyathele iintlanga phambi kwakhe; ndikhulùle amanqe ookumkani, ukuba ndizivule iingcango ezingambini, namasango angabi nakuvalwa:

Uisaya 45

Uisaya 45:1-8