Uisaya 44:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Omnye uya kuthi, NdingokaYehova; nomnye uya kunqula igama likaYakobi; kwanomnye uya kuzibhala ngesandla sakhe kuYehova, alihloniphe igama likaSirayeli.

Uisaya 44

Uisaya 44:1-6