Uisaya 44:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ndiya kugalela amanzi phezu kwabanxaniweyo, nemiqukuqela yamanzi phezu kwelizwe elomileyo. Ndiya kugalela uMoya wam phezu kwembewu yakho, nentsikelelo yam phezu kwenzala yakho.

Uisaya 44

Uisaya 44:1-6