Uisaya 44:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khumbula ezo zinto, Yakobi, Sirayeli, ngokuba ungumkhonzi wam; ndikubumbile, ungumkhonzi kum; Sirayeli, akuyi kulityalwa ndim.

Uisaya 44

Uisaya 44:14-28